Copyright ©APK4Share. All Rights Reserved
游戏和HEY CLAY®,
Cooking Mama v1.76.0 MOD APK (无限 Gold 硬币)
MOD APK,
Pepi Wonder World v6.0.35 MOD APK (All 已解锁)
MOD APK,
Toca Life: World v1.41 MOD APK + OBB (All 已解锁)
MOD APK, Smolsies My Cute Pet House v5.0.35 Mod (无限金钱) MOD APK, My Town Hospital Mod Full v2.65 MOD APK一样好,Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) - v99也很多,是类型教育中最出色的游戏之一。
由Curious Learning开发,Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) - v99至少需要Android版本Android 4.1+。因此,如有必要,您必须更新手机。
Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) - v99 APK的最新版本为99,发行日期为2020-10-08,大小为48.8 MB。
有关1000下载的统计信息可从Google Play获得。您可以根据需要更新已单独下载或安装在Android设备上的应用。更新您的应用可以为您提供更多功能。您可以访问最新功能并提高安全性和应用程序的稳定性。
由于并非所有游戏或应用程序都兼容所有手机。并且游戏或应用程序不适用于您的设备,因此取决于Android OS版本,屏幕分辨率或Google Play允许访问的国家/地区。因此,通过APK4Share,您可以轻松下载APK文件,不受这些限制。

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!
YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.
YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.
IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Letter tracing games to aid reading and writing Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo
PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.
SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Norwegian Ministry of Foreign Affairs , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – The Center for Educational Technology, and IRC – The International Rescue Committee.
Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwimi ezili-100 ezithintekayo kwihlabathi jikelele.
-----
Feed The Monster teaches children the fundamentals of reading in isiXhosa. Collect monster eggs and feed them letters so they can grow into new friends!
WHAT IS FEED THE MONSTER?
Feed The Monster uses proven ‘play to learn’ techniques to engage kids and help them learn to read. Children enjoy collecting and growing pet monsters while learning reading fundamentals.
FREE TO DOWNLOAD, NO ADS, NO IN APP PURCHASES!
All content is 100% free, created by literacy nonprofits Curious Learning and CET – and brought to South Africa through the support of BellaVista School.
GAME FEATURES TO PROMOTE READING SKILLS:
• Fun and engaging phonics puzzles
• Letter tracing games to aid reading and writing
• Vocabulary memory games
• Challenging “sound only” levels
• Parental progress report
• Multi-users login for individual user progress.
• Collectable, evolvable, and fun monsters
• No in-app purchases
• No ads
• No internet connection needed
DEVELOPED BY EXPERTS FOR YOUR CHILD.
The game is based on years of research and experience into the science of literacy. It incorporates key skills for literacy, including Phonological Awareness, Letter Recognition, Phonics, Vocabulary, and Sight Word Reading so kids can develop a strong foundation for reading. Built around the concept of caring for a collection of monsters, it is designed to encourage empathy, perseverance and socio-emotional development for children.
Families policy update.
Show more